Iindumiso 23:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke, nokuba ndihamba kwiingxondorha ezimnyama,andinadyudyu.Kaloku ungakum, wena Ndikhoyo;isagweba sakho nebhunguza lakho lixhadi lam.

Iindumiso 23

Iindumiso 23:1-6