Iindumiso 22:28-31 Ibhayibhile (XHO96)

28. Kaloku nguNdikhoyo ukumkani;nguye umlawuli weentlanga zonke.

29. Ewe, zonk' izinhanha ziya kudlelana, zimvume yena;nditsho yonk' intw' engumntu iya kumnqul' uNdikhoyo.

30. Izizukulwana ziya kumkhonza,ooyise babalisele abazukulwana ngoNdikhoyo.

31. Ewe, nĂ¢bo bangekazalwa boxelelwaukuba uNdikhoyo wabasindisa abantu bakhe.

Iindumiso 22