Thixo wam, emini ndikhalela kuwe, kodwa akundiva.Nasebusuku ndiyakhala,ndingafumani kuphumla phezu koko.