Iindumiso 21:10-13 Ibhayibhile (XHO96)

10. Uya kuyiphelisa inzala yabo ehlabathini,bangabikho abantwana babo phakathi kwabantu.

11. Nokuba bayila ububi ngawe,nokuba benza iyelenqe,abanakuphumelela.

12. Kaloku úya kubadubula ebusweni ngeentolo zakhe,abachithe babe ziintsalu.

13. Mawubongwe, Ndikhoyo, ngenxa yobugorha bakho;thina sokubonga sikudumise ngenxa yamandla akho.

Iindumiso 21