Iindumiso 20:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ndiyaz' ukuba uNdikhoyo uyamnceda umthanjiswa wakhe,uyamva ekwibhotwe lakhe elilodwa ezulwini,umnik' uloyiso ngamandla akhe.

Iindumiso 20

Iindumiso 20:1-8