13. Ewe, mabalibonge igama likaNdikhoyo;kaloku yena ngugama-khulu.Ke bona ubungangamsha bakhebulivelele ihlabathi ndawonye namazulu.
14. Ewe, abantu bakhe ubathe jize ngodumo nobungangamela,ke yona imilowo yakhe ithwel' intshinga yendumiso –nditsho amaSirayeli, isizwe esisenyongweni kuye.Masitsho sonke sithi: “Bayethe, Mhlekazi!”