Iindumiso 146:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke yena uNdikhoyo uya kulawula naphakade,uThixo wakho, Ziyon, kuzo zonke izizukulwana.Siyakhahlela, sithi: “Bayethe, Mhlekazi!”

Iindumiso 146

Iindumiso 146:1-10