Iindumiso 145:7 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kuluxela udumo lokulunga kwakho;ewe, baya kutsholoza bencoma ubulungisa bakho.

Iindumiso 145

Iindumiso 145:1-15