Iindumiso 144:12-15 Ibhayibhile (XHO96)

12. Oonyana bethu ebutsheni babobanga banganjengezityalo eziyokozelayo;iintombi zethu zibe njengamatye akroliweyoalungiselelwe ukuvathisa ibhotwe.

13. Akwaba bangaphuphuma oovimba bethu,bazale ziintlobo ngeentlobo zesivuno.Akwaba zingazala amawaka iigusha zethu,zande ngamawaka aphindwe kalishumi emaphandleni.

14. Ngamana zathatha iimazi zethu zeenkomo;zingemi ngenxa yokuphunza.Ngamana akungebikho zimbonono ezitalatweni zethu;ewe, singaphithizeliswa kukuthinjwa.

15. Hayi uyolo lwabantu abayixhamlayo le ntsikelelo!Sinenyhweba kambe isizwe esiThixo waso unguNdikhoyo!

Iindumiso 144