Iindumiso 142:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ndikhulule kula makhamandela,ukuze ndilibonge igama lakho.Amalungisa aya kundiphahla,kuba wena undithamsanqele.

Iindumiso 142

Iindumiso 142:1-7