Iindumiso 139:3 Ibhayibhile (XHO96)

Mna andinako ukukunqabela nganto –nditsho ndihamba okanye ndilele,wena uyaziqonda iindlela zam zonke.

Iindumiso 139

Iindumiso 139:1-7