Iindumiso 139:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wena wandibona ndingekenziwa;imihla owandimisela yona yabhalwa encwadini yakho,ndingekayiqali nokuyiqala mna.

Iindumiso 139

Iindumiso 139:7-24