1. Koda kube nini na, *Ndikhoyo, undilibele kwaphela?Koda kube nini na ndingakuboni?
2. Koda kube nini na ndinomva-ndedwa,ndinesingqala, ibuhlung' imini yonke intliziyo yam?Koda kube nini zindivuyelel' iintshaba zam?
3. Bek' iindlebe, Ndikhoyo, undive, Thixo wam.Ndihlaziye, hleze ndilal' ubuthongo bokufa,