Iindumiso 121:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. Amehlo am ndiwajongis' enkalweni;yaz'ba lovela ngaphi na uncedo lwam?

2. Umncedi wam *nguNdikhoyo,yena ungumenzi wamazulu nehlabathi.

3. Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam;kaloku akozeli, walusa mna.

4. Khangela, umalusi kaSirayeli akozeli,engalali nokulala oku.

Iindumiso 121