Iindumiso 12:5 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndiza kulamla ke ngoku,” utsho uNdikhoyo,“ngenxa yokuba amahlwempu ayacinezelwa,neentsizana ziyancwina.Ndobanika oko kuphumla bakulangazelelayo.”

Iindumiso 12

Iindumiso 12:1-8