77. Velana nam, ukuze ndiphile,kuba iqhayiya lam ngumyalelo wakho.
78. Zona izibhoja mazihlazeke,kuba zindirhintyela ngobuqili;ke mna ndocamngca ngemimiselo yakho.
79. Mabeze kum bonke abakuthobelayo,abo bayiqondayo imfundiso yakho.
80. Mandingabi nabala kwimithetho yakho,khon' ukuze ndingahlazeki.