Iindumiso 119:1-5 Ibhayibhile (XHO96)

1. Hay' inyhweba yabantu abamsulwa;nditsho abo baziphatha ngokwemiyalelo *kaNdikhoyo.

2. Banoyolo abo bayithobelayo imfundiso kaNdikhoyo,abayilulamelayo ngomxhelo wabo wonke,

3. abantu abangabenziyo ububi,koko abahamba endleleni kaNdikhoyo.

4. Kaloku wena, Ndikhoyo, wasinika imimiselo yakho,ukuze siyithobele ngenyameko.

5. Akwaba bendingachul' ukunyathela,ndiyinonophele imithetho yakho.

Iindumiso 119