Iindumiso 116:16 Ibhayibhile (XHO96)

Awu, Ndikhoyo, ndisisicaka sakho;ewe, ndingunyana wesicakazana sakho;ndilapha nje ndakhululwa nguwe.

Iindumiso 116

Iindumiso 116:15-19