6. Abantu bakhe ubabonisile amandla akhengokubabèla ilifa leentlanga.
7. Ewe, imisebenzi yakhe mihle, inyanisekile;umntu angaqamela ngemimiselo kaNdikhoyo.
8. Ke yona iya kuhlala ihleli;yamiselwa ngentembeko nokunyaniseka.
9. Abantu bakhe wabathi jize ngenkululeko,waza wabamisela umnqophiso ongatshitshiyo.Hay' ubunyulu nobungangamsha begama lakhe!