Iindumiso 110:5-7 Ibhayibhile (XHO96)

5. Ke yona iNkosi ingakuwe;mhla yacaphuka iya kuzibhangisa izikumkani.

6. Iya kuzingenela ngomgwebo izizwe,zitsho ziqungquluze izidumbu zabantu;ewe, iya kuzivikiva iziphathamandla jikelele.

7. Ukumkani uya kusela ecaleni kwendlela;ngako ke aqingqe ethwel' indwe.

Iindumiso 110