Iindumiso 109:29-31 Ibhayibhile (XHO96)

29. Abandimangalelayo mabavathe ihlazo;ewe, mabalithi wambu oku komnweba.

30. Ndiya kubhomboloza ndidumisa uNdikhoyo;ndiya kumncoma phakathi kwezihlwele;

31. kuba yena uyamxhasa ohlelelekileyo,amhlangule kwabo bamsingela phantsi.

Iindumiso 109