Iindumiso 107:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku bachulumacha kuba kuzolile,waza ke wabafikisa kwizibuko ababelinqwenela.

Iindumiso 107

Iindumiso 107:26-40