Iindumiso 105:21-23 Ibhayibhile (XHO96)

21. yamenza intloko yomzi wayo,yamnika igunya lokulawula konke okwayo,

22. yamnika iwonga kunamaphakathi ayo,kwanegunya lokuqeqesha bonke ooceba bayo.

23. Naye uYakobi waya eJiputa,waba ngummi elizweni lakwaHam.

Iindumiso 105