Iindumiso 105:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wamnik' ummiselo uNdikhoyo uYakobi,wamnik' umnqophis' ongasoz' uphel' uSirayeli,

Iindumiso 105

Iindumiso 105:7-11