Iindumiso 102:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa wena, Ndikhoyo,uya kulawula kude kube ngunaphakade;ziya kubalisa ngawe zonk' izizukulwana.

Iindumiso 102

Iindumiso 102:7-13