Eyonqulo 9:4 Ibhayibhile (XHO96)

kwakunye nenkomo nenkunzi yegusha, zona zibe ngamadini obudlelane. Kufuneka kwenziwe amadini ngazo, kwakunye nokutya okuxutywe namafutha. Kufuneka niyenze le nto, kuba kaloku uNdikhoyo uza kunivelela namhlanje.”

Eyonqulo 9

Eyonqulo 9:1-5