Eyonqulo 9:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ubuye waya kungena esibingelelweni kunye noMosis, baza bathi bakuba bebuye baphuma, basikelela abantu. Suka kwatyhileka kubantu bonke ukubengezela kwesihomo sikaNdikhoyo.

Eyonqulo 9

Eyonqulo 9:17-24