Eyonqulo 9:12 Ibhayibhile (XHO96)

UAron ubuye waxhela into yokuzenzela idini elitshiswayo. Beze negazi layo kuye oonyana bakhe, waza wafefa ngalo kumacala onke eqonga.

Eyonqulo 9

Eyonqulo 9:6-20