Eyonqulo 8:23 Ibhayibhile (XHO96)

Wayinqumla uMosis, waza wathatha intwana yegazi, watyikila ngalo indlebe yokunene ka-Aron, nosithupha wesandla sokunene, nobhontsi wonyawo lokunene.

Eyonqulo 8

Eyonqulo 8:13-31