Eyonqulo 8:13 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uMosis uthathe oonyana baka-Aron, wabanxiba iihempe, wabafaka imixwayo, wabathwesa iminqwazi, njengoko wayeyalelwe nguNdikhoyo.

Eyonqulo 8

Eyonqulo 8:8-17