Eyonqulo 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

Nayiphi na indoda ephuma kumlibo wababingeleli ingayitya loo nyama. Kodwa kufuneka ityelwe kulaa ndawo ikhethekileyo, kuba kwayona ikhethekile.

Eyonqulo 7

Eyonqulo 7:1-10