Naphi na apho emi khona amaSirayeli makangaze alitye igazi, nokuba leleentaka, nokuba lelezilwanyana.