Eyonqulo 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ixhoba lokwenza eli dini kufuneka lixhelelwe apho kuxhelelwa khona amadini atshiswayo. Igazi lalo malitshizwe kumacala onke eqonga.

Eyonqulo 7

Eyonqulo 7:1-11