Eyonqulo 6:18 Ibhayibhile (XHO96)

Iya kutyiwa ngamadoda omlibo ka-Aron njengesabelo sawo sokutya okunikelwa kuNdikhoyo. Omnye umntu ochukumise oku kutya kungumnikelo woba nophawu lukaNdikhoyo, abe semngciphekweni.

Eyonqulo 6

Eyonqulo 6:14-24