Eyonqulo 6:15 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kuthatha umgubo wengqolowa kangangesandla, namafutha omnquma, athathe nentlaka yesiqhumiso ebekwa phezu kwazo, aze azitshise apho eqongeni, zibe ngumqondiso wokuba konke oko kutya kunikelwa kuNdikhoyo. Ivumba lalo mnikelo liyathandeka kuNdikhoyo.

Eyonqulo 6

Eyonqulo 6:8-22