Eyonqulo 4:26 Ibhayibhile (XHO96)

aze awatshisele apho eqongeni onke amanqatha, kanye njengoko esenza ngawamadini obudlelane. Wokwenjenjalo ke umbingeleli ukunikela idini lokucamagushela umntu oyinkokheli, aze axolelwe isono sakhe.

Eyonqulo 4

Eyonqulo 4:19-27