15. izintso namanqatha azo, umhlehlo oya kususwa kunye nezintso ezo.
16. Umbingeleli wozitshisa zonke ezi nyama eqongeni, zibe lidini lomlilo elivumba lithandekayo kuNdikhoyo. Onke amanqatha ngakaNdikhoyo.
17. Makungabikho mSirayeli utya nqatha nagazi. Lo mmiselo mawugcinwe rhoqo ngamaSirayeli nakwizizukulwana ezizayo.”