Eyonqulo 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ityiwa mayigalelwe kuwo wonke umnikelo wokutya, kuba kaloku ityiwa yalatha umnqophiso ophakathi kwenu noThixo. Ke ngoko yonke iminikelo mayigalelwe ityiwa.

Eyonqulo 2

Eyonqulo 2:10-16