Eyonqulo 2:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Konke ukutya okunikelwa kuNdikhoyo makungabi nagwele. Ungaze ufake igwele okanye ubusi kukutya okunikelwa kuNdikhoyo ngomlilo.

Eyonqulo 2

Eyonqulo 2:2-12