Eyonqulo 2:1 Ibhayibhile (XHO96)

“Xa kukho umntu onikela ukutya *kuNdikhoyo, makube ngumgubo. Makawudibanise namafutha omnquma, aze agalele intlaka yesiqhumiso,

Eyonqulo 2

Eyonqulo 2:1-6