Eyonqulo 17:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku igazi libubomi bayo yonke into ephilayo. Kungenxa yoko ke uNdikhoyo athe kumaSirayeli makangayityi inyama yento engophanga, yaye nabani na oyityayo uya kusikwa ebantwini bakaThixo.

Eyonqulo 17

Eyonqulo 17:12-16