Eyonqulo 15:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ithe yatshicela umntu loo ndoda ivuzayo, loo mntu yena kufuneka ahlambe impahla yakhe, ahlambe nomzimba, yaye uya kuba nomlaza de kutshone ilanga.

Eyonqulo 15

Eyonqulo 15:1-15