Eyonqulo 15:11 Ibhayibhile (XHO96)

Xa laa ndoda inomlaza ithe yabamba umntu ingazihlambanga izandla zayo, loo mntu yena usulelekile. Kufuneka ahlambe impahla, ahlambe nomzimba. Wohlala enomlaza naye kude kutshone ilanga.

Eyonqulo 15

Eyonqulo 15:4-17