Uya kwenjenjalo ke umbingeleli ukuyisusa umlaza loo ndlu ngegazi lentaka, ngamanzi asand' ukukhiwa, ngentaka ehleliyo, nangeceba lomsedare, nehlamvu lehisopu, kwakunye negqesha elibomvu.