Eyonqulo 14:36 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kuthi umbingeleli makukhutshwe yonke impahla esendlwini, ngaphambi kokuba aye kuhlola ukungunda oko kusendlwini; kungenjalo yonke into ekuloo ndlu uya kuthi *inomlaza. Uya kuya ke endlwini apho,

Eyonqulo 14

Eyonqulo 14:33-39