Eyonqulo 13:6 Ibhayibhile (XHO96)

Wobuya amxilonge umbingeleli kwakhona emva koko, kuthi ke ukuba eso silonda sirhawukile endaweni yokubhidla, azise ke ukuba loo mntu akanamlaza, uhlambulukile. Loo mntu ke kufuneka ahlambe impahla yakhe, ukuze angabi namlaza.

Eyonqulo 13

Eyonqulo 13:1-10