Kodwa xa athe umbingeleli wabona ukuba kuloo ndawo idumbileyo abujikanga baba mhlophe uboya, yaye ayinzulu kugqitha ulusu lwangaphandle, yaye irhawukile, womgcina bucala loo mntu iintsuku zibe sixhenxe.