Eyonqulo 13:11 Ibhayibhile (XHO96)

loo mntu unesifo esibi solusu. Uya kuthi ke umbingeleli azise ukuba lowo unomlaza. Onjalo akayi kuba saba phantsi komgqaliselo, kuba kwaziwa phandle ukuba unomlaza.

Eyonqulo 13

Eyonqulo 13:4-16