Eyonqulo 10:7 Ibhayibhile (XHO96)

Maze nina ningasuki esangweni lesibingelelo, hleze nife, kuba nâhlulelwa uNdikhoyo ngokuthanjiswa.” Benjenjalo ke.

Eyonqulo 10

Eyonqulo 10:6-12