Eyonqulo 10:4 Ibhayibhile (XHO96)

UMosis ubize uMishayeli kunye noElizafan, oonyana bakaUziyeli, uyisekazi ka-Aron, wathi kubo mabaye kuthatha imizimba yabantakwabo, bayisuse phambi *kwesibingelelo, bayikhuphele ngaphandle kwelali.

Eyonqulo 10

Eyonqulo 10:1-10